Izinto Ezilungileyo malunga neMasjid is a translation into Xhosa of 42 Hadith from the book of Moulana Siraaj Girie. Moulana Muhsin Mbotoli of the Al Hidayah Centre, Eastern Cape translated the work. ISBN: 978-0-6397-8905-7 Download pdf ebook Read Online: Hadith 1. Ukunxibelelana nentliziyo Arabic Audio: Xhosa Audio: Download Xhosa Audio سَبْعَةٌ…
Category: Xhosa Audio
Surah Asr
Browse Surahs
Surah Humaza
Browse Surahs
Surah Feel
https://youtu.be/RQguZtFZ8Lw Browse Surahs
Beautiful Names Xhosa
1. Ar-Rahmaan, Ar-Raheem – USolubabalo, USozinceba Download Audio La magama asuka kwigama elingu Rahmah (Inceba) U-Abdullah Ibni Mubarak Rahimahullah uchaza ukuba, “Ar-Rahmaan – NguLowo unikayo xa ecelwa, kanti yena u-Ar-Raheem-NguLowo ubanomsindo xa ungaceli kuYe.” Umama akathandi ukuba abantwana bakhe bahambe becela kwabanye abantu. Ngokunjalo u-Allah Ta’ala akamelani kwaye engayithandi into yokuba indalo yaKhe Ayibone…
Surah Quraish
Browse Surahs
Virtues of Business Xhosa
ISBN: 978-0-620-99539-9 (e-book) Download pdf ebook Read Online: Hadith 1: Unyanzeleka kokuba ufumane ingeniso طَلَبُ الْحَلَالِ وَاجِبٌ عَلَى كُلِّ مُسْلِمٍ U-Hazrat Anas Ibni Malik radhiallahu anhu uchaza ukuba uRasoolullah sallallahu alaihi wa sallam wathi: “Kulunyanzelo kumaMuslim onke ukuba akhangele ingeniso eHalaal.” (Tabrani) Hadith 2: Inqanaba lokushishina طلب الحلال فريضة بعد الفريضة…
Ways to Jannah Xhosa
Iindlela zokufikelela eparadesi (Jannah) Download pdf ebook Read Online: 1: Ukuguqukela ku-Allah emva kokona phambi konyezi إِنَّ الْمُتَّقِينَ فِي جَنَّاتٍ وَعُيُون Inene wona amalungisa aya kubaphakathi kweMiyezo nemithombo (Quran 51:15) Enye yeekhwalithi zabo ezibangela ukuba bafumane iParadesi kukuthandaza ngonyezi becela ukuxolelwa izono zabo. U-Allah Ta’ala uthi kwi Quran: وَبِالْأَسْحَارِ هُمْ يَسْتَغْفِرُون Kwaye nangeeyure eziphambi…
Surah Maoon
Browse Surahs
Surah Kawthar
Browse Surahs